IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 6/06 iphe. 4
  • Iintshumayelo Zamaphephancwadi

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Iintshumayelo Zamaphephancwadi
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2006
  • Amanqaku Afanayo
  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2010
  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2004
  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi
    Ubulungiseleli BoBukumkani—2008
  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2009
Khangela Okunye
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2006
km 6/06 iphe. 4

Iintshumayelo Zamaphephancwadi

IMboniselo Juni 15

“Ucinga ukuba singakwazi ukonwaba kwezi ngxaki sijamelana nazo? [Mvumele aphendule.] Eli phephancwadi lithetha ngolwalathiso esinokulufumana ukuze sikwazi ukuhlangabezana neengxaki zobomi. Kwakhona lithetha ngokuba nethemba lokwenene.” Funda ISityhilelo 21:3, 4.

Vukani! Juni

“Ngaba akuvumi ukuba iintlekele zakutshanje ziye zabonisa ukubaluleka kokuthobela izilumkiso? [Mvumele aphendule.] Eli nqaku lithetha ngesifundo esifundwe ngabantu abasinde kwiNkanyamba uKatrina. Likwathetha nangezilumkiso esifanele sizithobele thina namhlanje.” Mbonise inqaku eliqala kwiphepha 14.

IMboniselo Julayi 1

“Kwihlabathi lanamhlanje elizele ziinkathazo, abantu abaninzi bayazibuza: ‘Kutheni ubomi buzele ziingxaki ezingaka nje? Ukuba uThixo ukho, kutheni engakuphelisi ukubandezeleka?’ Ngaba wakha wazibuza le mibuzo? [Mvumele aphendule.] Eli phephancwadi liyiphendula ngokusuka eBhayibhileni le mibuzo.” Funda eyesi-2 kuTimoti 3:16.

Vukani! Julayi

“Kule mihla iya isanda imitshato eneengxaki. Ucinga ukuba abantu abatshatileyo banokuzuza okuthile ngokusebenzisa esi siluleko siphefumlelweyo? [Funda eyabase-Efese 4:32. Emva koko mvumele aphendule.] Lo Vukani! uthetha ngemigaqo yeBhayibhile enokusinceda sakhe imitshato enolonwabo.”

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share