IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 2/10 iphe. 4
  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2010
  • Amanqaku Afanayo
  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2009
  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2009
  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2010
  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2010
Khangela Okunye
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2010
km 2/10 iphe. 4

Iintshayelelo Zamaphephancwadi

IMboniselo Februwari 1

“Inkoliso yethu inonqulo lwayo. Ngaba ibalulekile kuThixo indlela esikhetha ukumnqula ngayo? [Mlinde aphendule. Emva koko funda uMateyu 15:9.] Eli nqaku libalaselisa iinkalo ezine zonqulo lwenene ezachazwa nguYesu.” Mbonise inqaku eliqala kwiphepha 16.

Vukani! Februwari

“Abanye abantu bayakholelwa kuMdali, ngoxa abanye bevakalelwa kukuba ubukho bakhe abuxhaswa yinzululwazi kwaye abukho ngqiqweni. Uthini wena? [Mlinde aphendule.] Ngokutsho kweBhayibhile, ukholo lwenene lusekelwe kubungqina. [Funda eyamaHebhere 11:1.] Eli nqaku lixubusha obunye ubungqina obalatha kuMdali.” Mbonise inqaku eliqala kwiphepha 22.

IMboniselo Matshi 1

“Ngaba ucinga ukuba iBhayibhile iliLizwi likaThixo, okanye ucinga ukuba iyincwadi nje emnandi? [Mlinde aphendule.] Phawula oko kuthethwa yiBhayibhile. [Funda eyesi-2 kuTimoti 3:16, 17.] Eli phephancwadi lixubusha indlela onokwenza ngayo isigqibo esicingisisiweyo kule nkalo nesizathu sokuba kubalulekile ukwenza oko.”

Vukani! Matshi

“Njengabantu abaninzi, kusenokwenzeka ukuba uyathanda ukubuka ubuhle bendalo. Ngaba uyavuma ukuba indalo iveza ubulumko bendlela yokudala? [Mlinde aphendule. Funda INdumiso 104:24.] Eli phephancwadi licaphula imizekelo ebangel’ umdla yendlela yokudala efumaneka kwindalo lize lixubushe oko isifundisa kona.”

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share