IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 5/15 iphe. 4
  • Iintshayelelo Onokuzisebenzisa

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Iintshayelelo Onokuzisebenzisa
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2015
  • Amanqaku Afanayo
  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2011
  • Iintshayelelo Onokuzisebenzisa
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2013
  • Iintshayelelo Onokuzisebenzisa
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2015
  • Iintshayelelo Onokuzisebenzisa
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2012
Khangela Okunye
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2015
km 5/15 iphe. 4

Iintshayelelo Onokuzisebenzisa

IMboniselo Juni 1

“Sityelela abamelwane bethu ukuze sivuselele umdla wabo eBhayibhileni. Abantu abaninzi bavakalelwa kukuba isayensi iye yabonisa ukuba iBhayibhile ayichananga. Uthini wena ngeBhayibhile? Ucinga ukuba inokuthenjwa? [Mlinde aphendule] Ndicela ufunde ngalo mzekelo weBhayibhile ubonisa ukuchana kwayo kwisayensi. [Funda uYobhi 26:7.] Le magazini ibonisa indlela evisisana ngayo iBhayibhile nesayensi.”

Vukani! Juni

“Ekubeni uninzi lwabamelwane bethu bethwaxwa kukugula, size kunikhuthaza ngevesi yeBhayibhile. [Funda uIsaya 33:24a.] Ukuba besingaguli, ucinga ukuba bebuza kuba njani ubomi bethu? [Mlinde aphendule.] Side sibe siyazaliseka esi siprofeto, kukho izinto ezintlanu esinokuzenza ukuze siphucule impilo yethu. Le magazini iyazichaza.”

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share