IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 11/15 iphe. 4
  • Iintshayelelo Onokuzisebenzisa

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Iintshayelelo Onokuzisebenzisa
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2015
  • Amanqaku Afanayo
  • Iintshayelelo Onokuzisebenzisa
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2014
  • Iintshayelelo Onokuzisebenzisa
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2013
  • Iintshayelelo Onokuzisebenzisa
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2014
  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2009
Khangela Okunye
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2015
km 11/15 iphe. 4

Iintshayelelo Onokuzisebenzisa

IMboniselo Disemba 1

“Sinityelele ukuze sinicacisele ngobuxoki obudla ngokuthethwa ngeBhayibhile. Abantu abaninzi bayayihlonela iBhayibhile, kodwa bacinga ukuba kunzima ukuyiqonda. Ucinga ntoni wena ngeBhayibhile? [Mlinde aphendule.] Phawula isizathu esibangela ukuba sibe nomdla wokuqonda iBhayibhile. [Funda amaRoma 15:4.] Le magazini icacisa ukuba iBhayibhile yabhalelwa ukuba iqondakale. Ikwabonisa nendlela yokusinceda siyiqonde.”

Vukani! Disemba

“Sityelela iintsapho ukuze sizicebise. Onke amakhaya afuna ukonwaba yaye abe seluxolweni. Ucinga ukuba yintoni efunekayo kwiintsapho—ngaba kukungazilungisi iingxabano okanye ngaba kukufunda ukuzisingatha kakuhle? [Mlinde aphendule.] Phawula ukuba athini la mazwi aseBhayibhileni. [Funda iMizekeliso 26:20.] Le magazini inamacebiso asuka eBhayibhileni okunceda iintsapho zibe noxolo.”

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share