IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb18 Agasti iphe. 2
  • Bulela

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Bulela
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2018
  • Amanqaku Afanayo
  • Kutheni Umele Ube Nombulelo?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2008
  • ISikhumbuzo Salo Nyaka Siza Kusenza Sibonise Umbulelo
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2014
  • Fundisa Abantwana Bakho Ukuba Babonise Umbulelo
    Ukunceda Iintsapho
  • “Ndiya Kumbuyekeza Ngantoni Na UYehova?”
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yeentlanganiso (2016)
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2018
mwb18 Agasti iphe. 2

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | LUKA 17-18

Bulela

17:11-18

Amadoda alishumi acela uYesu ukuba awancede, ayaphiliswa kodwa inye kuphela ebuya ize kubulela uYesu

Ngokusuka kwezi vesi, yintoni esiyifundayo ngokubulela?

  • Akwanelanga ukuziva unombulelo, thetha ubulele

  • Xa ubulela nyhani ngento oyenzelweyo ubonisa ukuba unembeko kwaye ungumKristu onothando

  • Abo bafuna ukukholisa uKristu bamele bathande kwaye baxabise bonke abantu, nokuba ngabaluphi uhlanga, ibala nonqulo

Ndigqibele nini ukubulela umntu ondincedileyo?

Ndigqibele nini ukubhalela umntu amazwi okumbulela?

Udade ubhala amazwi okubulela
    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share