IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb19 Juni iphe. 5
  • “Yambathani Sonke Isikrweqe SikaThixo”

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • “Yambathani Sonke Isikrweqe SikaThixo”
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2019
  • Amanqaku Afanayo
  • “Xhobani Sonke Isikrweqe SikaThixo”
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1992
  • “Yambathani Sonke Isikrweqe SikaThixo”
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2004
  • Indlela Yokuqonda Uze Woyise Nabuphi Na Ubuthathaka Bokomoya
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1999
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2019
mwb19 Juni iphe. 5
Indoda inxibe isikrweqe

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | EFESE 4-6

“Yambathani Sonke Isikrweqe SikaThixo”

6:11-17

Umpostile uPawulos wafanisa amaKristu namajoni asemfazweni. Iintshaba zethu ‘ngoomoya abangendawo.’ Sisenokubonakala singenamandla kwaye singakhuselekanga, kodwa uYehova unokusinceda soyise kule mfazwe ukuba ‘sambatha sonke isikrweqe’ sakhe.

Chaza igama lezi zinto zesikrweqe, utsho nento eziyimelayo

Izinto zesikrweqe

KHAWUCINGE: Ngaba ndinaso sonke isikrweqe sikaThixo?

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share