Isaya 16:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Sivile ngekratshi likaMowabhi, ukuba unekratshi kakhulu;+ ukuziphakamisa kwakhe nekratshi lakhe nokuvutha komsindo wakhe+—intetho yakhe elilize ayiyi kuba njalo.+
6 Sivile ngekratshi likaMowabhi, ukuba unekratshi kakhulu;+ ukuziphakamisa kwakhe nekratshi lakhe nokuvutha komsindo wakhe+—intetho yakhe elilize ayiyi kuba njalo.+