Iziqulatho
Januwari 2008
Ukuphathwa Kwamabhinqa Ngogonyamelo—Iyintoni Imbono YeBhayibhile?
Ehlabathini lonke amabhinqa aphathwa ngogonyamelo yaye ayacalucalulwa. Ezinye iinkonzo ziyakuvumela ukuphathwa kwamabhinqa ngokungekho sikweni. Kodwa uThixo ukujonga njani oku?
3 Ukuphathwa Kwamabhinqa Ngogonyamelo—Ingxaki Esehlabathini Lonke
4 UThixo NoKristu Bawajonga Njani Amabhinqa?
11 Ummandla Ekwakulotywa Kuwo Waba Sisixeko Esidumileyo
15 IGabon—Ikhusi Lezidalwa Zasendle
25 Ulwandle Olukhethekileyo—Kodwa Olufileyo
32 Ithandwa Ngaphezu Kwazo Zonke Izinto Zokudlala
Makhe siye eSalzburg, eOstriya, ukuze sifunde ngeholo yomboniso woonodoli.
Ngaba Ndifanele Ndidlale Imidlalo Ye-Elektroniki? 18
Imidlalo ye-elektroniki emininzi ibalaselisa ugonyamelo nokuziphatha okubi ngokwesini. UmKristu unokuyikhetha njani imidlalo efanelekileyo? Ufanele achithe ixesha elingakanani kuyo? Ngaba ikho eminye imidlalo anokuyidlala?
[Inkcazelo Ngomfanekiso okwiphepha 2]
By courtesy of the Salzburg Marionette Theatre