IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • yp2 iphe. 97
  • Umzekelo Wokuxeliswa—ULidiya

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Umzekelo Wokuxeliswa—ULidiya
  • Imibuzo Yabantu Abaselula—Iimpendulo Eziluncedo, Umqulu 2
  • Amanqaku Afanayo
  • ULidiya—Umnquli KaThixo Obuk’ Iindwendwe
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1996
  • Indlela Yokufumana Ulonwabo
    Funda Kumfundisi Omkhulu
  • “Yiza Ngapha EMakedoni”
    ‘Ukushumayela Ngokucokisekileyo’ NgoBukumkani BukaThixo
  • Ndingenza Njani Ukuze Ndibe Nobuhlobo?
    Vukani!—1999
Khangela Okunye
Imibuzo Yabantu Abaselula—Iimpendulo Eziluncedo, Umqulu 2
yp2 iphe. 97

Umzekelo Wokuxeliswa—ULidiya

Nangona esandul’ ukukholwa, uLidiya ubonisa ububele kuqala kuPawulos nabanye abafundi. (IZenzo 16:14, 15) Ngoko unelungelo lokunxulumana naba bafundi. Emva kokuba uPawulos noSilas bekhululwe entolongweni, baya phi? Babuyela ekhayeni likaLidiya!—IZenzo 16:40.

NjengoLidiya, ngaba nawe ungabonisa kuqala ububele kwabanye? Ungakwenza njani oko? Qala ngezinto ezincinane. Zimisele ukuthetha nomntu omnye ngexesha. Unokuzibekela usukelo lokuqalisa incoko nomntu omnye sihlandlo ngasinye usiya kwiintlanganiso zamaKristu. Zama ukuncuma. Ukuba akuyazi into omawuyithethe, buza imibuzo okanye ubaxelele nantoni na ngawe. Phulaphula ngenyameko. Ekuhambeni kwexesha, kuya kuba lula ngakumbi ukuncokola. Abantu badla ngokusabela kakuhle xa uthetha nabo ngokunyanisekileyo nangobubele. (IMizekeliso 16:24) Ngenxa yobubele bakhe, uLidiya waba nelungelo lokufumana abahlobo abalungileyo. Ukuba uxelisa umzekelo wakhe, nawe uya kufumana abahlobo abalungileyo!

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share