IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • th isifu. 17 iphe. 20
  • Qiniseka Ukuba Abantu Bayayiqonda Into Oyifundisayo

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Qiniseka Ukuba Abantu Bayayiqonda Into Oyifundisayo
  • Zimisele Ukufunda Nokufundisa
  • Amanqaku Afanayo
  • Iyaqondakala Kwabanye
    Zuza Kwimfundo Yesikolo Sobulungiseleli Sobuthixo
  • Bashiye Benento Abayifundileyo Abantu
    Zimisele Ukufunda Nokufundisa
  • Yiba Nehlombe
    Zimisele Ukufunda Nokufundisa
  • Ncokola
    Zimisele Ukufunda Nokufundisa
Khangela Okunye
Zimisele Ukufunda Nokufundisa
th isifu. 17 iphe. 20

ISIFUNDO 17

Qiniseka Ukuba Abantu Bayayiqonda Into Oyifundisayo

Izibhalo ezikule ncwadi

1 Korinte 14:9

INTO OMELE UYENZE: Bancede abantu abakumameleyo bayiqonde kakuhle into oyithethayo.

INDLELA YOKUYENZA LE NTO:

  • Lungiselela kakuhle. Yilungiselele kakuhle into oza kuyithetha ukuze ukwazi ukuyicacisa ngendlela elula usebenzisa amazwi akho.

  • Sebenzisa izivakalisi ezifutshane namagama alula. Nangona kungekho nto imbi ngokusebenzisa izivakalisi ezide, sebenzisa ezifutshane ukuze ucacise izinto ezibalulekileyo ngamagama alula nacacileyo.

    Icebiso elincedayo

    Sukufaka izinto ezingenamsebenzi ezinokubaphazamisa okanye zibaxake abantu abakumameleyo. Sebenzisa amagama alula kunamagama anzima.

  • Wacacise amagama angaziwayo. Ukuba unako, sukusebenzisa amagama angaziwayo ngabantu. Ukuba kunyanzelekile uthethe ngento engaqhelekanga, umntu oseBhayibhileni, indlela yokubala okanye isiko lakudala, cacisa.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share