IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • g 4/13 iphe. 16
  • Ngena KwiWebhsayithi Yethu Ngokukhawuleza!

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ngena KwiWebhsayithi Yethu Ngokukhawuleza!
  • Vukani!—2013
  • Amanqaku Afanayo
  • Ividiyo Entsha Elungiselelwe Ukuqalisa Izifundo ZeBhayibhile
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2014
  • Ngaba Uyayisebenzisa I-JW Library?
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yeentlanganiso (2016)
  • IWebhsayithi Yethu—Yisebenzise Kubulungiseleli Bakho
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2012
  • Indlela Yokubanceda
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2004
Khangela Okunye
Vukani!—2013
g 4/13 iphe. 16

Ngena KwiWebhsayithi Yethu Ngokukhawuleza!

Ukususela kulo Vukani! uwuphetheyo ukubheka phambili, eli phephancwadi liza kuba neekhowudi ekuthiwa zii-QR (quick response). Mhlawumbi uyazibuza ukuba ziintoni ezo? Ezi ziikhowudi onokuzisebenzisa ukuze ungene ngokukhawuleza kwiWebhsayithi yethu. Kufuneka nje ube netablet enekhamera ne-Intanethi okanye ube nezi fowuni zikhoyo kuthiwa zi-smartphone.

  1. Zikhuphelele isoftware application ekwaziyo ukufunda iikhowudi zeQR.

  2. Vula isoftware application.

  3. Fota iQR code.

Uza kungena ngqo kwiWebhsayithi yethu!

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share