Genesis 25:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ekuhambeni kwexesha wamzalela uZimran noYokeshan noMedan noMidiyan+ noIshibhaki noShuwaha.+ Eksodus 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke kaloku uMoses waba ngumalusi womhlambi kaYitro,+ umbingeleli wakwaMidiyan, awayengumkhwenyana wakhe.+ Ngoxa wayeqhubela umhlambi ngakwicala elingasentshona lentlango, wada wafika entabeni yoTHIXO oyinyaniso,+ eHorebhe.+
3 Ke kaloku uMoses waba ngumalusi womhlambi kaYitro,+ umbingeleli wakwaMidiyan, awayengumkhwenyana wakhe.+ Ngoxa wayeqhubela umhlambi ngakwicala elingasentshona lentlango, wada wafika entabeni yoTHIXO oyinyaniso,+ eHorebhe.+