IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 31:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ke kaloku uLabhan wayeye kucheba izimvu zakhe. Ngelo xesha uRakeli weba imilonde-khaya+ kayise.

  • Genesis 35:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Wathi ke uYakobi kwindlu yakhe nakubo bonke ababenaye: “Balahleni oothixo basemzini abaphakathi kwenu,+ nize nizihlambulule, nitshintshe neengubo zenu zokwaleka,+

  • ABagwebi 18:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Ngoko wathi: “Nibathabathile oothixo bam+ endabenzayo,+ nombingeleli,+ kwaye niyahamba, yintoni na endisenayo?+ Ngoko, nitsho njani na ukuthi, ‘Yintoni na ingxaki yakho?’”

  • Isaya 37:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ngaba oothixo+ beentlanga ezonakaliswa ngookhokho bam bazihlangula na,+ iGozan+ neHaran+ neRetsefe noonyana bakaEden+ ababeseTele-asare?

  • IZenzo 19:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Kanjalo, niyabona yaye niyeva ukuba akukho se-Efese+ kuphela kodwa phantse kuzo zonke izithili zaseAsiya, lo Pawulos weyisela isihlwele esikhulu waza wasiphethulela kolunye uluvo, esithi abo benziwe ngezandla+ asingabo oothixo.

  • 1 Korinte 10:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ngoko ke, zintanda zam, sabani+ kulo unqulo-zithixo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share