INdumiso 115:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Abo bazenzayo baya kuba njengazo kanye,+Bonke abo bakholosa ngazo.+ INdumiso 135:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Abo bazenzayo baya kuba njengazo,+Wonk’ ubani okholosa ngazo.+ Isaya 44:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kodwa okuseleyo kuwo wenza ngako uthixo, umfanekiso wakhe oqingqiweyo. Uqubuda kuwo aze athobe athandaze kuwo athi: “Ndihlangule, kuba unguthixo wam.”+ Yeremiya 51:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Wonk’ umntu uziphethe ngokungenangqiqo ngokokude angazi.+ Wonke umnyibilikisi uya kuziva eneentloni ngenxa yomfanekiso oqingqiweyo;+ kuba umfanekiso wakhe otyhidiweyo ububuxoki,+ yaye akukho moya kuyo.+
17 Kodwa okuseleyo kuwo wenza ngako uthixo, umfanekiso wakhe oqingqiweyo. Uqubuda kuwo aze athobe athandaze kuwo athi: “Ndihlangule, kuba unguthixo wam.”+
17 Wonk’ umntu uziphethe ngokungenangqiqo ngokokude angazi.+ Wonke umnyibilikisi uya kuziva eneentloni ngenxa yomfanekiso oqingqiweyo;+ kuba umfanekiso wakhe otyhidiweyo ububuxoki,+ yaye akukho moya kuyo.+