Duteronomi 23:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Uze ungawuzisi umvuzo+ wehenyukazi okanye ixabiso lenja+ endlwini kaYehova uThixo wakho ngenxa yaso nasiphi na isibhambathiso, ngokuba ziyacekiseka kuYehova uThixo wakho zombini ezi zinto. Hezekile 16:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Bonke oonongogo baqhele ukubanika isipho,+ kodwa wena—ubanike izipho zakho bonke abo bathandana nawe,+ yaye uyabanyoba ukuba beze kwizenzo zakho zobunongogo+ bevela macala onke. Luka 15:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Kodwa kamsinya nje akuba efikile lo nyana wakho+ owazidla wazigqiba izinto zakho zokuphila kunye namahenyukazi,+ umxhelele ithole lenkomo eliyinkunzi elityetyisiweyo.’+
18 Uze ungawuzisi umvuzo+ wehenyukazi okanye ixabiso lenja+ endlwini kaYehova uThixo wakho ngenxa yaso nasiphi na isibhambathiso, ngokuba ziyacekiseka kuYehova uThixo wakho zombini ezi zinto.
33 Bonke oonongogo baqhele ukubanika isipho,+ kodwa wena—ubanike izipho zakho bonke abo bathandana nawe,+ yaye uyabanyoba ukuba beze kwizenzo zakho zobunongogo+ bevela macala onke.
30 Kodwa kamsinya nje akuba efikile lo nyana wakho+ owazidla wazigqiba izinto zakho zokuphila kunye namahenyukazi,+ umxhelele ithole lenkomo eliyinkunzi elityetyisiweyo.’+