Genesis 38:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko wathi gu bucala waya kuye ngasendleleni waza wathi: “Khawuncede, undivumele ndibe neentlobano zokwazana nawe.”+ Ngokuba wayengazi ukuba ngumolokazana wakhe.+ Noko ke, wathi yena: “Wondinika ntoni na ngokuba neentlobano zokwazana nam?”+ Duteronomi 23:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Uze ungawuzisi umvuzo+ wehenyukazi okanye ixabiso lenja+ endlwini kaYehova uThixo wakho ngenxa yaso nasiphi na isibhambathiso, ngokuba ziyacekiseka kuYehova uThixo wakho zombini ezi zinto. Hoseya 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaye ndiza kuwuphanzisa umdiliya wakhe+ nomkhiwane wakhe,+ abesithi ngazo: “Zizipho kum, endiziphiwe zizithandwa zam”; yaye ndiza kuzimisa njengehlathi,+ zidliwe ngokuqinisekileyo ngamarhamncwa asendle. Luka 15:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Kodwa kamsinya nje akuba efikile lo nyana wakho+ owazidla wazigqiba izinto zakho zokuphila kunye namahenyukazi,+ umxhelele ithole lenkomo eliyinkunzi elityetyisiweyo.’+
16 Ngoko wathi gu bucala waya kuye ngasendleleni waza wathi: “Khawuncede, undivumele ndibe neentlobano zokwazana nawe.”+ Ngokuba wayengazi ukuba ngumolokazana wakhe.+ Noko ke, wathi yena: “Wondinika ntoni na ngokuba neentlobano zokwazana nam?”+
18 Uze ungawuzisi umvuzo+ wehenyukazi okanye ixabiso lenja+ endlwini kaYehova uThixo wakho ngenxa yaso nasiphi na isibhambathiso, ngokuba ziyacekiseka kuYehova uThixo wakho zombini ezi zinto.
12 Yaye ndiza kuwuphanzisa umdiliya wakhe+ nomkhiwane wakhe,+ abesithi ngazo: “Zizipho kum, endiziphiwe zizithandwa zam”; yaye ndiza kuzimisa njengehlathi,+ zidliwe ngokuqinisekileyo ngamarhamncwa asendle.
30 Kodwa kamsinya nje akuba efikile lo nyana wakho+ owazidla wazigqiba izinto zakho zokuphila kunye namahenyukazi,+ umxhelele ithole lenkomo eliyinkunzi elityetyisiweyo.’+