IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 37:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Wasihlolisisa waza wadanduluka wathi: “Sisambatho eside sonyana wam! Umele ukuba uqwengwe lirhamncwa elikhohlakeleyo!+ Ngokuqinisekileyo uYosefu uqwengiwe!”+

  • Genesis 44:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ngoko sathi kwinkosi yam, ‘Sinaye ubawo owalupheleyo nomntwana wasebudaleni bakhe, oyena mncinane.+ Kodwa umntakwabo wafa, ngoko nguye yedwa oseleyo kunina,+ yaye uyise uyamthanda.’

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share