ABagwebi 19:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yaye ndinazo iindiza nokutya+ kweenkunzi zethu zamaesile, yaye ndinaso nesonka+ newayini yam nekhobokazana+ lakho nomlindi+ okunye nomkhonzi wakho. Akusweleke nanye into.”
19 Yaye ndinazo iindiza nokutya+ kweenkunzi zethu zamaesile, yaye ndinaso nesonka+ newayini yam nekhobokazana+ lakho nomlindi+ okunye nomkhonzi wakho. Akusweleke nanye into.”