Genesis 19:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kodwa wazingisa kakhulu,+ ngokokude ziphambukele kuye zize ziye endlwini yakhe. Waza ke wazenzela itheko,+ wabhaka namaqebengwana angenagwele,+ zadla. IZenzo 16:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ke kaloku xa yena nendlu yakhe babhaptizwayo,+ wathi ngelibongozayo: “Ukuba nindigwebe ndingothembekileyo kuYehova, ngenani endlwini yam nize nihlale.”+ Yaye wasicenga ukuba siye.+
3 Kodwa wazingisa kakhulu,+ ngokokude ziphambukele kuye zize ziye endlwini yakhe. Waza ke wazenzela itheko,+ wabhaka namaqebengwana angenagwele,+ zadla.
15 Ke kaloku xa yena nendlu yakhe babhaptizwayo,+ wathi ngelibongozayo: “Ukuba nindigwebe ndingothembekileyo kuYehova, ngenani endlwini yam nize nihlale.”+ Yaye wasicenga ukuba siye.+