ABagwebi 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoko uYuda wenyuka yaye uYehova wawanikela ezandleni zabo+ amaKanan namaPerizi, kangangokuba bawoyisa eBhezeki, ishumi lamawaka amadoda. ABagwebi 11:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko uYehova uTHIXO kaSirayeli wamnikela uSihon nabo bonke abantu bakhe esandleni sikaSirayeli, ukuze abaxabele yaye uSirayeli walithabatha njengelifa lonke ilizwe lama-Amori awayengabemi kwelo lizwe.+
4 Ngoko uYuda wenyuka yaye uYehova wawanikela ezandleni zabo+ amaKanan namaPerizi, kangangokuba bawoyisa eBhezeki, ishumi lamawaka amadoda.
21 Ngoko uYehova uTHIXO kaSirayeli wamnikela uSihon nabo bonke abantu bakhe esandleni sikaSirayeli, ukuze abaxabele yaye uSirayeli walithabatha njengelifa lonke ilizwe lama-Amori awayengabemi kwelo lizwe.+