Eksodus 40:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Emva koko wasithabatha iSingqino,+ wasibeka eTyeyeni,+ wazifaka izibonda+ eTyeyeni waza wabeka isigubungelo+ phezu kweTyeya.+ 1 Kronike 28:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UDavide wanika uSolomon unyana wakhe iplani eyilwe ngobugcisa+ yeveranda+ nezindlu zayo noovimba bayo+ namagumbi ayo aseluphahleni+ namagumbi ayo angaphakathi amnyama nendlu yesigqubuthelo socamagushelo;+ Hebhere 9:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 kodwa ngaphezu kwayo kwakukho iikherubhi+ ezizukileyo zisibekele isigubungelo socamagushelo.+ Kodwa ngoku asiloxesha lokuthetha ngokweenkcukacha ngezi zinto.
20 Emva koko wasithabatha iSingqino,+ wasibeka eTyeyeni,+ wazifaka izibonda+ eTyeyeni waza wabeka isigubungelo+ phezu kweTyeya.+
11 UDavide wanika uSolomon unyana wakhe iplani eyilwe ngobugcisa+ yeveranda+ nezindlu zayo noovimba bayo+ namagumbi ayo aseluphahleni+ namagumbi ayo angaphakathi amnyama nendlu yesigqubuthelo socamagushelo;+
5 kodwa ngaphezu kwayo kwakukho iikherubhi+ ezizukileyo zisibekele isigubungelo socamagushelo.+ Kodwa ngoku asiloxesha lokuthetha ngokweenkcukacha ngezi zinto.