IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 40:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Uze uyimise intendelezo+ ijikeleze, uwuxhome umkhusane wesango+ lentendelezo.

  • 1 Kumkani 6:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Waqhubeka wakha intendelezo engaphakathi+ enezintlu ezintathu+ zamatye aqingqiweyo noluhlu lwemiqadi yomsedare.

  • 1 Kumkani 8:64
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 64 Ngaloo mini ukumkani kwafuneka angcwalise umphakathi wentendelezo ephambi kwendlu kaYehova,+ ngenxa yokuba wayeza kuwenzela apho umbingelelo otshiswayo nomnikelo wokudla okuziinkozo namanqatha emibingelelo yobudlelane; kuba isibingelelo sobhedu+ esiphambi koYehova sasisincinane kakhulu ukuba singaqulatha umbingelelo otshiswayo nomnikelo wokudla okuziinkozo namanqatha+ ombingelelo wobudlelane.

  • INdumiso 84:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kuba imini ezintendelezweni zakho ilunge ngakumbi kunewaka kwenye indawo.+

      Ndikhethe ukuma embundwini wendlu yoThixo wam+

      Kunokuba ndizule kwiintente zobungendawo.+

  • INdumiso 92:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Abo batyalwe endlwini kaYehova,+

      Ezintendelezweni zoThixo wethu,+ baya kutyatyamba.

  • INdumiso 100:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Ngenani emasangweni nibulela,+

      Ezintendelezweni zakhe nidumisa.+

      Bulelani kuye, nibonge igama lakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share