2 Kumkani 5:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Waza wehla wangena eYordan izihlandlo ezisixhenxe ngokwelizwi lomntu kaTHIXO oyinyaniso;+ emva koko inyama yakhe yabuya yaba njengenyama yenkwenkwana+ waza wahlambuluka.+ Mateyu 8:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wasolula isandla sakhe, wamchukumisa, esithi: “Ndiyathanda. Hlambuluka.”+ Lahlambuluka ngoko nangoko iqhenqa lakhe.+
14 Waza wehla wangena eYordan izihlandlo ezisixhenxe ngokwelizwi lomntu kaTHIXO oyinyaniso;+ emva koko inyama yakhe yabuya yaba njengenyama yenkwenkwana+ waza wahlambuluka.+
3 Wasolula isandla sakhe, wamchukumisa, esithi: “Ndiyathanda. Hlambuluka.”+ Lahlambuluka ngoko nangoko iqhenqa lakhe.+