Eksodus 27:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ententeni yokuhlangana, ngaphandle kwekhuselo+ eliphambi kweSingqino, uAron noonyana bakhe bosilungisa kususela ngokuhlwa kude kuse phambi koYehova.+ Oko koba ngummiselo koonyana bakaSirayeli ukusa kwixesha elingenammiselo,+ ezizukulwaneni zabo.+
21 Ententeni yokuhlangana, ngaphandle kwekhuselo+ eliphambi kweSingqino, uAron noonyana bakhe bosilungisa kususela ngokuhlwa kude kuse phambi koYehova.+ Oko koba ngummiselo koonyana bakaSirayeli ukusa kwixesha elingenammiselo,+ ezizukulwaneni zabo.+