Levitikus 8:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ekugqibeleni wagalela inxalenye yeoli yokuthambisa kuAron entloko, wamthambisa ukuze angcwaliswe.+ INdumiso 133:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kunjengeoli elungileyo entloko,+Ehla ezindevini,Ezindevini zika-Aron,+Ehla ngomphetho wezambatho zakhe.+ Isaya 61:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 61 Umoya weNkosi enguMongami uYehova uphezu kwam,+ ngenxa yokuba uYehova undithambisele+ ukushumayela iindaba ezilungileyo kwabalulamileyo.+ Undithumele ukubopha abantliziyo zaphukileyo,+ ukubhengeza inkululeko kwabo bathinjweyo+ nokuvulwa kwamehlo amabanjwa;+ IZenzo 10:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 ongulo, uYesu owayevela eNazarete, indlela uThixo awamthambisa ngayo ngomoya oyingcwele+ namandla, yaye walityhutyha ilizwe esenza okulungileyo kwaye ephilisa bonke abo bacinezelwe nguMtyholi;+ ngenxa yokuba uThixo wayenaye.+
12 Ekugqibeleni wagalela inxalenye yeoli yokuthambisa kuAron entloko, wamthambisa ukuze angcwaliswe.+
2 Kunjengeoli elungileyo entloko,+Ehla ezindevini,Ezindevini zika-Aron,+Ehla ngomphetho wezambatho zakhe.+
61 Umoya weNkosi enguMongami uYehova uphezu kwam,+ ngenxa yokuba uYehova undithambisele+ ukushumayela iindaba ezilungileyo kwabalulamileyo.+ Undithumele ukubopha abantliziyo zaphukileyo,+ ukubhengeza inkululeko kwabo bathinjweyo+ nokuvulwa kwamehlo amabanjwa;+
38 ongulo, uYesu owayevela eNazarete, indlela uThixo awamthambisa ngayo ngomoya oyingcwele+ namandla, yaye walityhutyha ilizwe esenza okulungileyo kwaye ephilisa bonke abo bacinezelwe nguMtyholi;+ ngenxa yokuba uThixo wayenaye.+