Eksodus 13:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kumele kube ngumqondiso kuwe osesandleni sakho yaye ube sisikhumbuzo phakathi kwamehlo akho,+ ukuze umthetho kaYehova ube semlonyeni wakho;+ kuba uYehova ukukhuphe eYiputa ngesandla esomeleleyo.+ Eksodus 31:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Thetha ke wena koonyana bakaSirayeli, uthi, ‘Gcinani ngokukodwa iisabatha zam,+ kuba ingumqondiso phakathi kwam nani kwizizukulwana zenu ukuze nazi ukuba ndinguYehova oningcwalisayo.+ Eksodus 35:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Nosebenza imihla emithandathu,+ kodwa wona umhla wesixhenxe woba yingcwele kuni, isabatha yophumlo olupheleleyo kuYehova. Nabani na owenza umsebenzi ngayo wobulawa.+
9 Kumele kube ngumqondiso kuwe osesandleni sakho yaye ube sisikhumbuzo phakathi kwamehlo akho,+ ukuze umthetho kaYehova ube semlonyeni wakho;+ kuba uYehova ukukhuphe eYiputa ngesandla esomeleleyo.+
13 “Thetha ke wena koonyana bakaSirayeli, uthi, ‘Gcinani ngokukodwa iisabatha zam,+ kuba ingumqondiso phakathi kwam nani kwizizukulwana zenu ukuze nazi ukuba ndinguYehova oningcwalisayo.+
2 Nosebenza imihla emithandathu,+ kodwa wona umhla wesixhenxe woba yingcwele kuni, isabatha yophumlo olupheleleyo kuYehova. Nabani na owenza umsebenzi ngayo wobulawa.+