Eksodus 19:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yaye niya kuba bubukumkani kum nababingeleli nohlanga olungcwele.’+ Ngawo lawo amazwi oya kuwathetha koonyana bakaSirayeli.” Levitikus 19:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Thetha kwindibano yoonyana bakaSirayeli iphela, uthi kubo, ‘Yibani ngcwele,+ kuba mna Yehova Thixo wenu ndingcwele.+ Levitikus 20:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Nize nibe ngcwele kum,+ kuba ndingcwele mna Yehova;+ yaye ndiyanahlukanisa kwizizwana ukuba nibe ngabam.+ Duteronomi 28:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 UYehova wokumisa njengesizwana esingcwele kuye,+ kanye njengoko wakufungelayo,+ xa uthe wayigcina imiyalelo+ kaYehova uThixo wakho, wahamba ngeendlela zakhe. Ezra 9:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba baye bamkela ezinye zeentombi zazo bona noonyana babo;+ yaye, imbewu engcwele,+ ixubene+ nezizwana zamazwe, isandla seenkosana namasekela-baphathi ibe sesona siphambili+ koku kungathembeki.” 1 Petros 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 kodwa, ngokuvumelana naLowo Ungcwele wanibizayo, yibani ngcwele nani kuyo yonke ihambo yenu,+
6 Yaye niya kuba bubukumkani kum nababingeleli nohlanga olungcwele.’+ Ngawo lawo amazwi oya kuwathetha koonyana bakaSirayeli.”
2 “Thetha kwindibano yoonyana bakaSirayeli iphela, uthi kubo, ‘Yibani ngcwele,+ kuba mna Yehova Thixo wenu ndingcwele.+
26 Nize nibe ngcwele kum,+ kuba ndingcwele mna Yehova;+ yaye ndiyanahlukanisa kwizizwana ukuba nibe ngabam.+
9 UYehova wokumisa njengesizwana esingcwele kuye,+ kanye njengoko wakufungelayo,+ xa uthe wayigcina imiyalelo+ kaYehova uThixo wakho, wahamba ngeendlela zakhe.
2 Kuba baye bamkela ezinye zeentombi zazo bona noonyana babo;+ yaye, imbewu engcwele,+ ixubene+ nezizwana zamazwe, isandla seenkosana namasekela-baphathi ibe sesona siphambili+ koku kungathembeki.”