Numeri 25:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Amabhinqa lawo ababizela abantu emibingelelweni yoothixo bawo,+ badla abantu baza baqubuda koothixo bawo.+ Duteronomi 7:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba iya kumtyekisa unyana wakho ekundilandeleni, baze ngokuqinisekileyo bakhonze thixo bambi;+ uvuthe umsindo kaYehova kuni, aze ngokuqinisekileyo akubhubhise ngokukhawuleza.+ 1 Kumkani 11:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 kwiintlanga awayethe ngazo uYehova koonyana bakaSirayeli: “Ningangeni phakathi kwazo,+ nazo zingangeni phakathi kwenu; eneneni ziya kwenza intliziyo yenu ityekele ekulandeleni oothixo bazo.”+ USolomon wanamathela+ kubo wabathanda. Nehemiya 13:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kwakungekho ngenxa yaba na awathi uSolomon ukumkani wakwaSirayeli wona?+ Yaye phakathi kweentlanga ezininzi kwakungekho kumkani unjengaye;+ kwaye wayethandwa nguThixo wakhe,+ kangangokuba uThixo wamenza ukumkani wakhe wonke uSirayeli. Kwanaye abafazi basemzini bamonisa.+
2 Amabhinqa lawo ababizela abantu emibingelelweni yoothixo bawo,+ badla abantu baza baqubuda koothixo bawo.+
4 Kuba iya kumtyekisa unyana wakho ekundilandeleni, baze ngokuqinisekileyo bakhonze thixo bambi;+ uvuthe umsindo kaYehova kuni, aze ngokuqinisekileyo akubhubhise ngokukhawuleza.+
2 kwiintlanga awayethe ngazo uYehova koonyana bakaSirayeli: “Ningangeni phakathi kwazo,+ nazo zingangeni phakathi kwenu; eneneni ziya kwenza intliziyo yenu ityekele ekulandeleni oothixo bazo.”+ USolomon wanamathela+ kubo wabathanda.
26 Kwakungekho ngenxa yaba na awathi uSolomon ukumkani wakwaSirayeli wona?+ Yaye phakathi kweentlanga ezininzi kwakungekho kumkani unjengaye;+ kwaye wayethandwa nguThixo wakhe,+ kangangokuba uThixo wamenza ukumkani wakhe wonke uSirayeli. Kwanaye abafazi basemzini bamonisa.+