Eksodus 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngoko bamisa phezu kwabo amadoda aziintloko okubasebenzisa ngokubaqhuba ngebhaxa ngenjongo yokubacinezela ngemithwalo yabo;+ baza bakha izixeko ezingoovimba bakaFaro, ezizezi, iPitom neRahameses.+ Duteronomi 4:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa nina unithabathile uYehova, wanikhupha kwiziko lentsimbi,+ eYiputa, ukuba nibe sisizwana sakhe+ ngokukhethekileyo njengoko ninjalo namhla.
11 Ngoko bamisa phezu kwabo amadoda aziintloko okubasebenzisa ngokubaqhuba ngebhaxa ngenjongo yokubacinezela ngemithwalo yabo;+ baza bakha izixeko ezingoovimba bakaFaro, ezizezi, iPitom neRahameses.+
20 Kodwa nina unithabathile uYehova, wanikhupha kwiziko lentsimbi,+ eYiputa, ukuba nibe sisizwana sakhe+ ngokukhethekileyo njengoko ninjalo namhla.