IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 12:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kamva wasuka apho waya kummandla weentaba ongakwimpuma yeBheteli+ waza wamisa intente yakhe, iBheteli ingasentshona, iAyi+ yona ingasempuma. Waza ke wamakhela khona isibingelelo uYehova,+ wabiza egameni likaYehova.+

  • Genesis 27:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ngoko wasondela waza wamanga, walijoja ivumba lezambatho zakhe.+ Wamsikelela ke wathi:

      “Yabona, ivumba lonyana wam linjengevumba lomhlaba awusikeleleyo uYehova.

  • Genesis 28:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Wavuka ke uYakobi ebuthongweni bakhe waza wathi: “Eneneni uYehova ukho kule ndawo, mna ke bendingakwazi oko.”

  • 2 Samuweli 7:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Yaye luluphi na olunye uhlanga emhlabeni olunjengabantu bakho amaSirayeli,+ awathi uThixo wazikhululela bona njengesizwana+ nawathi wazabela igama elilelakhe+ nokwenzela bona izinto ezinkulu nezoyikekayo+—wagxotha iintlanga noothixo bazo ngenxa yabantu bakho, abo wazikhululela bona+ eYiputa?

  • INdumiso 9:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 UYehova waziwa ngomgwebo awuphumezileyo.+

      Ngomsebenzi wezandla zakhe ongendawo urhintyelwe.+

      Higayoni. Seʹlah.

  • Isaya 52:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngenxa yeso sizathu abantu bam baya kulazi igama lam ngaloo mini,+ ngokuba Ndim otshoyo.+ Ewe, Mna kanye.”

  • Yeremiya 16:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 “Ngoko ke yabona, ndiyabazisa; ngeli xesha ndiya kubazisa isandla sam namandla am,+ yaye kuya kufuneka bazi ukuba igama lam nguYehova.”+

  • Yeremiya 32:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 wena owenza imiqondiso nemimangaliso kwilizwe laseYiputa kude kuse kule mini nakuSirayeli naphakathi kwabantu,+ ukuba uzenzele igama, kanye njengakule mini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share