Eksodus 15:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 UYehova yindoda enamandla yemfazwe.+ UYehova ligama lakhe.+ INdumiso 83:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ukuze abantu bazi+ ukuba wena, ogama linguYehova,+Nguwe wedwa Oyena Uphakamileyo+ phezu komhlaba wonke.+ Yeremiya 33:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Utsho uYehova uMenzi+ womhlaba, uYehova uMyili+ wawo ukuba awumisele ngokuqinileyo,+ onguYehova igama lakhe, ukuthi,+
18 Ukuze abantu bazi+ ukuba wena, ogama linguYehova,+Nguwe wedwa Oyena Uphakamileyo+ phezu komhlaba wonke.+
2 “Utsho uYehova uMenzi+ womhlaba, uYehova uMyili+ wawo ukuba awumisele ngokuqinileyo,+ onguYehova igama lakhe, ukuthi,+