Eksodus 8:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ekuhambeni kwexesha uFaro wababiza uMoses noAron waza wathi: “Mbongozeni uYehova+ ukuba awasuse la masele kum nasebantwini bam, ekubeni ndifuna ukubandulula aba bantu baye kubingelela kuYehova.”+ Eksodus 8:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Uthe ke akubona uFaro ukuba ukhululekile, wayenza lukhuni intliziyo yakhe;+ akabaphulaphula, kanye njengoko wayethethile uYehova.+ INdumiso 78:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Kwaye bazama ukumqhatha ngomlomo wabo;+Nangolwimi lwabo bazama ukumxokisa.+ Galati 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ningalahlekiswa:+ UThixo akanakwenziwa intlekisa.+ Loo nto ayihlwayelayo umntu, uya kuvuna kwayona;+
8 Ekuhambeni kwexesha uFaro wababiza uMoses noAron waza wathi: “Mbongozeni uYehova+ ukuba awasuse la masele kum nasebantwini bam, ekubeni ndifuna ukubandulula aba bantu baye kubingelela kuYehova.”+
15 Uthe ke akubona uFaro ukuba ukhululekile, wayenza lukhuni intliziyo yakhe;+ akabaphulaphula, kanye njengoko wayethethile uYehova.+
7 Ningalahlekiswa:+ UThixo akanakwenziwa intlekisa.+ Loo nto ayihlwayelayo umntu, uya kuvuna kwayona;+