Eksodus 8:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Uthe ke akubona uFaro ukuba ukhululekile, wayenza lukhuni intliziyo yakhe;+ akabaphulaphula, kanye njengoko wayethethile uYehova.+ Eksodus 8:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Wathi uMoses: “Yabona, ndiyaphuma kuwe, yaye ndiya kumbongoza uYehova, zize ngokuqinisekileyo izibawu zimke kuFaro, kubakhonzi bakhe nakubantu bakhe ngomso. Kuphela nje uFaro makangakhohlisi kwakhona ngokungabandululi abantu baye kubingelela kuYehova.”+ Eksodus 10:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko uMoses noAron babuyiselwa kuFaro, waza wathi kubo: “Hambani, niye kukhonza uYehova uThixo wenu.+ Kodwa ngoobani kanye kanye abaza kuhamba?” Eksodus 12:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngoko nangoko wabiza+ uMoses noAron ebusuku waza wathi: “Sukani, niphume phakathi kwabantu bam, wena nabanye oonyana bakaSirayeli, nihambe, niye kukhonza uYehova, njengokutsho kwenu.+
15 Uthe ke akubona uFaro ukuba ukhululekile, wayenza lukhuni intliziyo yakhe;+ akabaphulaphula, kanye njengoko wayethethile uYehova.+
29 Wathi uMoses: “Yabona, ndiyaphuma kuwe, yaye ndiya kumbongoza uYehova, zize ngokuqinisekileyo izibawu zimke kuFaro, kubakhonzi bakhe nakubantu bakhe ngomso. Kuphela nje uFaro makangakhohlisi kwakhona ngokungabandululi abantu baye kubingelela kuYehova.”+
8 Ngoko uMoses noAron babuyiselwa kuFaro, waza wathi kubo: “Hambani, niye kukhonza uYehova uThixo wenu.+ Kodwa ngoobani kanye kanye abaza kuhamba?”
31 Ngoko nangoko wabiza+ uMoses noAron ebusuku waza wathi: “Sukani, niphume phakathi kwabantu bam, wena nabanye oonyana bakaSirayeli, nihambe, niye kukhonza uYehova, njengokutsho kwenu.+