Eksodus 4:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Waza wathi uYehova kuMoses: “Ekumkeni kwakho ubuyela eYiputa qiniseka ukuba uyayenza phambi koFaro+ yonke imimangaliso endiyibeke esandleni sakho. Ke mna, ndiya kuyenza lukhuni intliziyo yakhe;+ yaye akasayi kubandulula abantu.+ IMizekeliso 28:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Unoyolo umntu onkwantya rhoqo,+ kodwa oyenza lukhuni intliziyo yakhe uya kuwela kwintlekele.+ IZenzo 28:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kuba intliziyo yesi sizwana iye yalukhuni, sivile ngeendlebe zaso, asasabela, sawavala amehlo aso; ukuze singaze sibone ngamehlo aso kwaye singeva ngeendlebe zaso yaye singaqondi ngeentliziyo zaso size sibuye, ndisiphilise.”’+ Roma 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa ngenxa yokuba lukhuni+ kwakho nokuba nentliziyo engaguqukiyo+ uziqwebela ingqumbo+ ngomhla wengqumbo+ nowokutyhilwa+ komgwebo kaThixo wobulungisa.+ Roma 9:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko, ke, kulowo anqwenela ukwenjenjalo kuye uba nenceba,+ kodwa lowo anqwenela njalo kuye uyamyeka abe neenkani.+
21 Waza wathi uYehova kuMoses: “Ekumkeni kwakho ubuyela eYiputa qiniseka ukuba uyayenza phambi koFaro+ yonke imimangaliso endiyibeke esandleni sakho. Ke mna, ndiya kuyenza lukhuni intliziyo yakhe;+ yaye akasayi kubandulula abantu.+
27 Kuba intliziyo yesi sizwana iye yalukhuni, sivile ngeendlebe zaso, asasabela, sawavala amehlo aso; ukuze singaze sibone ngamehlo aso kwaye singeva ngeendlebe zaso yaye singaqondi ngeentliziyo zaso size sibuye, ndisiphilise.”’+
5 Kodwa ngenxa yokuba lukhuni+ kwakho nokuba nentliziyo engaguqukiyo+ uziqwebela ingqumbo+ ngomhla wengqumbo+ nowokutyhilwa+ komgwebo kaThixo wobulungisa.+
18 Ngoko, ke, kulowo anqwenela ukwenjenjalo kuye uba nenceba,+ kodwa lowo anqwenela njalo kuye uyamyeka abe neenkani.+