Eksodus 4:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Waza wathi uYehova kuMoses: “Ekumkeni kwakho ubuyela eYiputa qiniseka ukuba uyayenza phambi koFaro+ yonke imimangaliso endiyibeke esandleni sakho. Ke mna, ndiya kuyenza lukhuni intliziyo yakhe;+ yaye akasayi kubandulula abantu.+ Eksodus 8:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Noko ke, uFaro wayenza lukhuni intliziyo yakhe nangesi sihlandlo waza akabandulula abantu.+ Eksodus 14:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Yabona ke, mna ndoziyeka zibe lukhuni iintliziyo zamaYiputa,+ angene emva kwabo ukuze ndifumane uzuko ngoFaro nangomkhosi wakhe wonke, ngeenqwelo zakhe zokulwa nangamajoni akhe akhwele emahasheni.+ Yoshuwa 11:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kuba yaba likhondo likaYehova ukuziyeka iintliziyo zazo zibe lukhuni+ ukuze zenze imfazwe nxamnye noSirayeli, aze azitshabalalise, ukuze kungabikho lubabalo,+ kodwa ukuze azibhubhise, kanye njengoko uYehova wayeyalele uMoses.+ 2 Kronike 36:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wavukela+ uKumkani uNebhukadenetsare, owayemfungise ngoThixo;+ waqhubeka eyenza lukhuni+ intamo yakhe wayenza lukhuni+ intliziyo yakhe kangangokuba akazange abuyele kuYehova uTHIXO kaSirayeli. INdumiso 75:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Musani ukuluphakamisela phezulu uphondo lwenu.Musani ukuthetha ngentamo ekhukhumeleyo.+
21 Waza wathi uYehova kuMoses: “Ekumkeni kwakho ubuyela eYiputa qiniseka ukuba uyayenza phambi koFaro+ yonke imimangaliso endiyibeke esandleni sakho. Ke mna, ndiya kuyenza lukhuni intliziyo yakhe;+ yaye akasayi kubandulula abantu.+
17 Yabona ke, mna ndoziyeka zibe lukhuni iintliziyo zamaYiputa,+ angene emva kwabo ukuze ndifumane uzuko ngoFaro nangomkhosi wakhe wonke, ngeenqwelo zakhe zokulwa nangamajoni akhe akhwele emahasheni.+
20 Kuba yaba likhondo likaYehova ukuziyeka iintliziyo zazo zibe lukhuni+ ukuze zenze imfazwe nxamnye noSirayeli, aze azitshabalalise, ukuze kungabikho lubabalo,+ kodwa ukuze azibhubhise, kanye njengoko uYehova wayeyalele uMoses.+
13 Wavukela+ uKumkani uNebhukadenetsare, owayemfungise ngoThixo;+ waqhubeka eyenza lukhuni+ intamo yakhe wayenza lukhuni+ intliziyo yakhe kangangokuba akazange abuyele kuYehova uTHIXO kaSirayeli.