1 Samuweli 26:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 NoSawule ke wathi: “Ndonile.+ Buya, nyana wam Davide, kuba andisayi kuba sakwenzakalisa, ngenxa yokuba umphefumlo wam ubuxabisekile+ emehlweni akho ngale mini. Khangela! Ndenze ngobudenge yaye ndiphazame kakhulu.” INdumiso 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Bayaqhubeka bethetha okungeyonyaniso omnye komnye;+Ngomlebe ogudileyo+ bayaqhubeka bethetha nangentliziyo embaxa.+ Mateyu 27:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 esithi: “Ndonile ngokungcatsha igazi elinobulungisa.”+ Bathi: “Kuyini oko kuthi? Zibonele!”+
21 NoSawule ke wathi: “Ndonile.+ Buya, nyana wam Davide, kuba andisayi kuba sakwenzakalisa, ngenxa yokuba umphefumlo wam ubuxabisekile+ emehlweni akho ngale mini. Khangela! Ndenze ngobudenge yaye ndiphazame kakhulu.”
2 Bayaqhubeka bethetha okungeyonyaniso omnye komnye;+Ngomlebe ogudileyo+ bayaqhubeka bethetha nangentliziyo embaxa.+