Eksodus 9:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ekugqibeleni uFaro wathumela ukuba kubizwe uMoses noAron waza wathi kubo: “Ndonile ngesi sihlandlo.+ UYehova ulilungisa,+ ke mna nabantu bam senze ububi. 1 Samuweli 15:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Wandula ke uSawule wathi kuSamuweli: “Ndonile;+ kuba ndiwugqithile umyalelo kaYehova namazwi akho, ngenxa yokuba ndoyike abantu+ ndaza ke ndathobela elabo ilizwi. 1 Samuweli 24:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Wahlabela mgama wathi kuDavide: “Ulilungisa ngakumbi kunam,+ kuba undenzele okulungileyo,+ kanti mna ndikwenzele ububi. Mateyu 27:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 esithi: “Ndonile ngokungcatsha igazi elinobulungisa.”+ Bathi: “Kuyini oko kuthi? Zibonele!”+
27 Ekugqibeleni uFaro wathumela ukuba kubizwe uMoses noAron waza wathi kubo: “Ndonile ngesi sihlandlo.+ UYehova ulilungisa,+ ke mna nabantu bam senze ububi.
24 Wandula ke uSawule wathi kuSamuweli: “Ndonile;+ kuba ndiwugqithile umyalelo kaYehova namazwi akho, ngenxa yokuba ndoyike abantu+ ndaza ke ndathobela elabo ilizwi.
17 Wahlabela mgama wathi kuDavide: “Ulilungisa ngakumbi kunam,+ kuba undenzele okulungileyo,+ kanti mna ndikwenzele ububi.