1 Samuweli 24:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yabona, kule mini amehlo akho abonile indlela uYehova abekunikele ngayo namhlanje esandleni sam emqolombeni; yaye uthile uthe mawubulawe,+ kodwa ndakusizela ndaza ndathi, ‘Andiyi kusolula isandla sam nxamnye nenkosi yam, kuba ingothanjisiweyo+ kaYehova.’ 1 Samuweli 26:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Makube lee,+ kum, ngokwembono kaYehova,+ ukolula isandla sam+ nxamnye nothanjisiweyo kaYehova!+ Ke ngoko, khawuncede, uthabathe umkhonto lo ungasentlokweni yakhe nomphanda wamanzi, size singene endleleni.”
10 Yabona, kule mini amehlo akho abonile indlela uYehova abekunikele ngayo namhlanje esandleni sam emqolombeni; yaye uthile uthe mawubulawe,+ kodwa ndakusizela ndaza ndathi, ‘Andiyi kusolula isandla sam nxamnye nenkosi yam, kuba ingothanjisiweyo+ kaYehova.’
11 Makube lee,+ kum, ngokwembono kaYehova,+ ukolula isandla sam+ nxamnye nothanjisiweyo kaYehova!+ Ke ngoko, khawuncede, uthabathe umkhonto lo ungasentlokweni yakhe nomphanda wamanzi, size singene endleleni.”