IMizekeliso 16:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngobubele bothando nenyaniso isiphoso siyacanyagushelwa,+ yaye ngokoyika uYehova ubani uyemka ebubini.+ Isaya 26:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Nokuba ongendawo angababalwa, akafundi bulungisa.+ Elizweni lokuthe tye uya kwenza ngokungekho sikweni,+ angabuboni ubuhandiba bukaYehova.+ Luka 16:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kodwa wathi kuso, ‘Ukuba abamphulaphulanga uMoses+ nabaProfeti, abayi kweyiseka nokuba kuvuke uthile kwabafileyo.’”
6 Ngobubele bothando nenyaniso isiphoso siyacanyagushelwa,+ yaye ngokoyika uYehova ubani uyemka ebubini.+
10 Nokuba ongendawo angababalwa, akafundi bulungisa.+ Elizweni lokuthe tye uya kwenza ngokungekho sikweni,+ angabuboni ubuhandiba bukaYehova.+
31 Kodwa wathi kuso, ‘Ukuba abamphulaphulanga uMoses+ nabaProfeti, abayi kweyiseka nokuba kuvuke uthile kwabafileyo.’”