Genesis 20:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Wathi uAbraham: “Kungenxa yokuba ndizixelele ukuba, ‘Ngaphandle kwamathandabuzo akukho ukoyika uThixo kule ndawo,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kundibulala ngenxa yomfazi wam.’+ Nehemiya 5:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kwaye ndahlabela mgama ndathi: “Le nto niyenzayo ayilunganga.+ Anifanelanga kuhamba ngokoyika+ uThixo wethu+ na ngenxa yongcikivo+ lweentlanga, eziziintshaba zethu?+ IMizekeliso 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ukoyika uYehova kuthetha ukuthiya okubi.+ Ukuziphakamisa nekratshi+ nendlela embi nomlomo onobugwenxa+ ndikuthiyile. IMizekeliso 14:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ekoyikeni uYehova kukho intembelo eyomeleleyo,+ yaye koonyana bakhe kuya kubakho indawo yokusabela.+ 2 Korinte 7:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko ke, ekubeni sinazo ezi zithembiso,+ zintanda, masizihlambulule+ kuko konke ukudyobheka kwenyama nokomoya,+ sigqibelelisa ubungcwele sisoyika uThixo.+
11 Wathi uAbraham: “Kungenxa yokuba ndizixelele ukuba, ‘Ngaphandle kwamathandabuzo akukho ukoyika uThixo kule ndawo,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kundibulala ngenxa yomfazi wam.’+
9 Kwaye ndahlabela mgama ndathi: “Le nto niyenzayo ayilunganga.+ Anifanelanga kuhamba ngokoyika+ uThixo wethu+ na ngenxa yongcikivo+ lweentlanga, eziziintshaba zethu?+
13 Ukoyika uYehova kuthetha ukuthiya okubi.+ Ukuziphakamisa nekratshi+ nendlela embi nomlomo onobugwenxa+ ndikuthiyile.
26 Ekoyikeni uYehova kukho intembelo eyomeleleyo,+ yaye koonyana bakhe kuya kubakho indawo yokusabela.+
7 Ngoko ke, ekubeni sinazo ezi zithembiso,+ zintanda, masizihlambulule+ kuko konke ukudyobheka kwenyama nokomoya,+ sigqibelelisa ubungcwele sisoyika uThixo.+