Eksodus 9:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngaba usenekratshi ebantwini bam ngokuthi ungabandululi?+ Eksodus 16:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngoko wathi uYehova kuMoses: “Kuya kude kube nini na nisala ukuyigcina imiyalelo yam nemithetho yam?+ IMizekeliso 18:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Phambi kokuwa intliziyo yomntu iphakamile,+ yaye phambi kozuko kukho intobeko.+ Isaya 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Amehlo anekratshi omntu wasemhlabeni amele athotywe, nokuphakama kwabantu kumele kuthotywe;+ yaye nguYehova yedwa omele abekwe phezulu ngaloo mini.+ Yeremiya 13:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Yithi kukumkani nakwinenekazi,+ ‘Hlalani ngokuzithoba,+ kuba ngokuqinisekileyo isithsaba senu sobuhle siya kuhla ezintlokweni zenu.’+
28 Ngoko wathi uYehova kuMoses: “Kuya kude kube nini na nisala ukuyigcina imiyalelo yam nemithetho yam?+
11 Amehlo anekratshi omntu wasemhlabeni amele athotywe, nokuphakama kwabantu kumele kuthotywe;+ yaye nguYehova yedwa omele abekwe phezulu ngaloo mini.+
18 “Yithi kukumkani nakwinenekazi,+ ‘Hlalani ngokuzithoba,+ kuba ngokuqinisekileyo isithsaba senu sobuhle siya kuhla ezintlokweni zenu.’+