IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 10:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Yaye uYehu waqubisana nabazalwana+ baka-Ahaziya+ ukumkani wakwaYuda. Wathi kubo, “Ningoobani?” bona bathi: “Singabazalwana baka-Ahaziya, yaye sisendleleni siyokubuza ukuba bayaphila na oonyana bakakumkani noonyana benenekazi.”

  • 2 Kumkani 24:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ekuhambeni kwethuba uYehoyakin ukumkani wakwaYuda waphuma waya kukumkani waseBhabhiloni,+ yena nonina+ nabakhonzi bakhe neenkosana zakhe namagosa akhe enkundla; kwaye ukumkani waseBhabhiloni wamthabatha ngonyaka wesibhozo+ wokuba ngukumkani kwakhe.

  • Yeremiya 22:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Kwaye ndiza kukuphosa wena nonyoko+ owakuzalayo kwelinye ilizwe eningazange nizalelwe kulo, nifele apho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share