IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 3:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “Ngokuqinisekileyo baya kuliphulaphula ilizwi lakho,+ yaye uze uye wena namadoda amakhulu akwaSirayeli, kukumkani waseYiputa, nize nithi kuye, ‘UYehova uTHIXO wamaHebhere+ uye wanxibelelana nathi,+ ngoko ke, nceda, usiyeke sihambe, uhambo lweentsuku ezintathu entlango, sibingelele kuYehova uThixo wethu.’+

  • Eksodus 5:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Emva koko beza uMoses noAron baza bathi kuFaro:+ “Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi, ‘Bandulule abantu bam ukuze babhiyozele umthendeleko wam entlango.’”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share