IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 7:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ke mna, ndoyenza lukhuni intliziyo kaFaro,+ yaye ngokuqinisekileyo ndoyandisa imiqondiso yam nemimangaliso yam ezweni laseYiputa.+

  • Eksodus 11:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 UMoses noAron bayenza yonke le mimangaliso phambi koFaro;+ kodwa uYehova wayiyeka yaba lukhuni intliziyo kaFaro, akabandulula oonyana bakaSirayeli ezweni lakhe.+

  • Yohane 12:40
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 “Yena uye wawamfamekisa amehlo abo yaye uye wazenza lukhuni iintliziyo zabo,+ ukuze bangabi nakubona ngamehlo abo baze bayifumane ingcamango ngeentliziyo zabo baze bajike ndize mna ndibaphilise.”+

  • Roma 9:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ngoko, ke, kulowo anqwenela ukwenjenjalo kuye uba nenceba,+ kodwa lowo anqwenela njalo kuye uyamyeka abe neenkani.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share