IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 4:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Waza wathi uYehova kuMoses: “Ekumkeni kwakho ubuyela eYiputa qiniseka ukuba uyayenza phambi koFaro+ yonke imimangaliso endiyibeke esandleni sakho. Ke mna, ndiya kuyenza lukhuni intliziyo yakhe;+ yaye akasayi kubandulula abantu.+

  • Eksodus 9:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kodwa, enyanisweni, ndikuyekile nje,+ kungenxa yokuze ndikubonise amandla am nokuze livakaliswe igama lam emhlabeni wonke.+

  • Eksodus 10:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Noko ke, uYehova wayiyeka yaba lukhuni intliziyo kaFaro,+ akabandulula oonyana bakaSirayeli.

  • 1 Samuweli 6:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kutheni na nifanele niyenze ibe lukhuni intliziyo yenu kanye ngokwendlela iYiputa noFaro abayenza yaba lukhuni ngayo intliziyo yabo?+ Akuzange na kamsinya nje akuba Yena eqhubene nabo ngokuqatha+ bona baqalisa ukubandulula, baza bahamba?+

  • Isaya 26:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Nokuba ongendawo angababalwa, akafundi bulungisa.+ Elizweni lokuthe tye uya kwenza ngokungekho sikweni,+ angabuboni ubuhandiba bukaYehova.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share