Eksodus 12:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngenyanga yokuqala, ngosuku lweshumi elinesine enyangeni leyo, ngokuhlwa, nodla amaqebengwana angenagwele kude kuse kusuku lwamashumi amabini ananye lwenyanga leyo, ngokuhlwa.+ Eksodus 16:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Ndikuvile ukumbombozela koonyana bakaSirayeli.+ Thetha nabo, uthi, ‘Phakathi kweengokuhlwa ezimbini nodla inyama, kusasa nohlutha sisonka;+ nazi ngokuqinisekileyo ukuba ndinguYehova uThixo wenu.’”+ Levitikus 23:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngenyanga yokuqala, ngosuku lweshumi elinesine enyangeni+ leyo, phakathi kweengokuhlwa ezimbini, yoba yipasika+ kaYehova. Numeri 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Nowulungiselela ngomhla weshumi elinesine kule nyanga phakathi kweengokuhlwa ezimbini+ ngexesha lawo elimisiweyo. Nize niwulungiselele ngokwemimiselo yawo yonke nangokwenkqubo yawo eqhelekileyo yonke.”+ Duteronomi 16:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa kuloo ndawo uYehova uThixo wakho aya kuyinyulela ukulibeka kuyo igama lakhe,+ woyibingelela apho ipasika ngokuhlwa ukutshona nje kwelanga,+ ngexesha elimisiweyo lokuphuma kwakho eYiputa.
18 Ngenyanga yokuqala, ngosuku lweshumi elinesine enyangeni leyo, ngokuhlwa, nodla amaqebengwana angenagwele kude kuse kusuku lwamashumi amabini ananye lwenyanga leyo, ngokuhlwa.+
12 “Ndikuvile ukumbombozela koonyana bakaSirayeli.+ Thetha nabo, uthi, ‘Phakathi kweengokuhlwa ezimbini nodla inyama, kusasa nohlutha sisonka;+ nazi ngokuqinisekileyo ukuba ndinguYehova uThixo wenu.’”+
5 Ngenyanga yokuqala, ngosuku lweshumi elinesine enyangeni+ leyo, phakathi kweengokuhlwa ezimbini, yoba yipasika+ kaYehova.
3 Nowulungiselela ngomhla weshumi elinesine kule nyanga phakathi kweengokuhlwa ezimbini+ ngexesha lawo elimisiweyo. Nize niwulungiselele ngokwemimiselo yawo yonke nangokwenkqubo yawo eqhelekileyo yonke.”+
6 Kodwa kuloo ndawo uYehova uThixo wakho aya kuyinyulela ukulibeka kuyo igama lakhe,+ woyibingelela apho ipasika ngokuhlwa ukutshona nje kwelanga,+ ngexesha elimisiweyo lokuphuma kwakho eYiputa.