Isaya 37:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Yaye kwaphuma ingelosi+ kaYehova yaza yaxabela ikhulu elinamashumi asibhozo anesihlanu lamawaka enkampini yama-Asiriya.+ Ekuvukeni kwabantu ekuseni, khangela, bonke babefile bezizidumbu.+ Hezekile 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Indoda endala, umfana nentombi enyulu nomntwana omncinane nabafazi+ nize nibabulale—nibonakalise. Kodwa nawuphi na umntu onophawu ningasondeli kuye,+ yaye nize niqale engcweleni yam.”+ Ngoko aqala ngamadoda amakhulu awayephambi kwendlu.+ Hebhere 11:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngokholo wabhiyozela ipasika+ nokutshizwa kwegazi,+ ukuze umtshabalalisi angabi nakuwachukumisa amazibulo abo.+
36 Yaye kwaphuma ingelosi+ kaYehova yaza yaxabela ikhulu elinamashumi asibhozo anesihlanu lamawaka enkampini yama-Asiriya.+ Ekuvukeni kwabantu ekuseni, khangela, bonke babefile bezizidumbu.+
6 Indoda endala, umfana nentombi enyulu nomntwana omncinane nabafazi+ nize nibabulale—nibonakalise. Kodwa nawuphi na umntu onophawu ningasondeli kuye,+ yaye nize niqale engcweleni yam.”+ Ngoko aqala ngamadoda amakhulu awayephambi kwendlu.+
28 Ngokholo wabhiyozela ipasika+ nokutshizwa kwegazi,+ ukuze umtshabalalisi angabi nakuwachukumisa amazibulo abo.+