IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 19:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Kwathi ngobo busuku ingelosi kaYehova yaphuma yaxabela ikhulu elinamashumi asibhozo anesihlanu lamawaka elalisenkampini+ yama-Asiriya.+ Ekuvukeni kwabo abantu ekuseni, kaloku, khangela bonke babefile bezizidumbu.+

  • 2 Kronike 32:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 UYehova wathumela ingelosi+ yaza yatshayela onke amakroti, amadoda anamandla+ nenkokeli nentloko enkampini kakumkani waseAsiriya,+ kangangokuba wabuyela emva ehlazekile waya elizweni lakhe. Kamva wangena endlwini yothixo wakhe yaye abathile ababephume ezibilinini zakhe bamwisa ngekrele.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share