IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 50:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ngoko ke uYosefu wabafungisa oonyana bakaSirayeli, wathi: “Ngokwenene uThixo uya kuyiphethulela kuni ingqalelo yakhe. Ngako oko nimele niwanyuse asuke amathambo am apha.”+

  • Yoshuwa 24:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Yaye amathambo kaYosefu,+ lawo oonyana bakaSirayeli bawanyusayo bawakhupha eYiputa, bawangcwaba eShekem kwisiqwenga somhlaba uYakobi awayesizuze koonyana bakaHamore,+ uyise kaShekem, ngekhulu lamaqhosha emali;+ kwaye saba lilifa loonyana bakaYosefu.+

  • Hebhere 11:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ngokholo uYosefu, esondela kwisiphelo sakhe, wakhankanya imfuduko+ yoonyana bakaSirayeli; yaye wanikela umyalelo ngokuphathelele amathambo akhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share