Genesis 50:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngoko ke uYosefu wabafungisa oonyana bakaSirayeli, wathi: “Ngokwenene uThixo uya kuyiphethulela kuni ingqalelo yakhe. Ngako oko nimele niwanyuse asuke amathambo am apha.”+ Eksodus 13:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 UMoses wawathabatha wahamba nawo amathambo kaYosefu, kuba wayebafungise ngokunzulu oonyana bakaSirayeli, esithi: “Ngokwenene uThixo uya kuyiphethulela kuni ingqalelo yakhe,+ yaye nize niwathabathe amathambo am nimke nawo apha.”+ Hebhere 11:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngokholo uYosefu, esondela kwisiphelo sakhe, wakhankanya imfuduko+ yoonyana bakaSirayeli; yaye wanikela umyalelo ngokuphathelele amathambo akhe.+
25 Ngoko ke uYosefu wabafungisa oonyana bakaSirayeli, wathi: “Ngokwenene uThixo uya kuyiphethulela kuni ingqalelo yakhe. Ngako oko nimele niwanyuse asuke amathambo am apha.”+
19 UMoses wawathabatha wahamba nawo amathambo kaYosefu, kuba wayebafungise ngokunzulu oonyana bakaSirayeli, esithi: “Ngokwenene uThixo uya kuyiphethulela kuni ingqalelo yakhe,+ yaye nize niwathabathe amathambo am nimke nawo apha.”+
22 Ngokholo uYosefu, esondela kwisiphelo sakhe, wakhankanya imfuduko+ yoonyana bakaSirayeli; yaye wanikela umyalelo ngokuphathelele amathambo akhe.+